
IKati Eyayinothando: Xhosa Edition of The Healer Cat
Celesse, die Heilerkatze, ist ein hoch angesehenes Mitglied der Nachbarschaft. Als Lieblingskatze des Frauchens verbringt sie faule Tage in der Wärme des Hauses.
In einer verschneiten Nacht kommt eine Hasenmutter herein, die verzweifelt um Hilfe bittet. Widerwillig reist die Heilerkatze mit ihr durch einen nächtlichen Schneesturm und beißend kalten Wind. In einem dunklen Wald erlebt Celesse eine unheimliche Überraschung und ist gezwungen, zum ersten Mal seit langem ihre Kräfte zu sammeln.
--- U Khiti wayeyikati eyayidumile kwaye ithandwa ekuhlaleni. Wayethandwa kakhulu nangu Metroni, lonto yayimenza ukuba xa esonqena aye kugcakamela ilanga endlwini yakhe.
Kuthe ngemini ethile kwafika umama uMvundla efuna uncedo. Indlela awayexineke ngayo, kwanyanzeleka ukuba u Khiti ahambe naye. Kwakusebusuku, kubanda, kwaye kukho neqabaka, kolo hambo u Khiti wadibana neyona nto eyamothusa kakhulu.
Emva kobobusuku obabunzima, uhambo lwabo lwaba yimpumelelo. Laphuma ilanga, ne ntliziyo ka Khiti yabonakala ichwayitile.