
A Trip to the Zoo: English-Xhosa Bilingual Edition
Ein Ausflug in den Zoo ist eine einfache und unkomplizierte Reise, bei der man sich kaum Sorgen machen muss. Aber für drei besondere Freunde mit besonderen Bedürfnissen kann die Reise entmutigend sein, voller Sorgen und Ängste.
Begleite Ben, Adam und Jasmine bei ihrem gemeinsamen Zoobesuch und erlebe, welche Herausforderungen sie auf ihrem Weg bewältigen müssen. Uhambo oluya kwithalalezilwanyana luhambo olulula, olungenazingxaki nolungenazinto zitheni ongazikhathaza ngazo.
Kodwa kwaba bahlobo bathathu bakhethekileyonabanezidingo ezizodwa, uhambo lungaluhambo olothusayo; oluzele kukuxhalaba. Landela uBen, uAdam noJasmine njengoko betyelela ithala lezilwanyana, behamba bonke, ze ubone imingeni abajongana nayo endleleni.